Deuteronomy 20:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako nguwupina umntu otyalileyo isitiya semiti yeveyine, kanti akakatyanga kwisiqa̔mo saso? makahambe abuyele endlwini yake, hleze afe yena ekulweni, aze omnye umntu ade atye kuso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na umntu otyele isidiliya, akadla kuso? Makahambe abuyele endlwini yakhe, hleze afe emfazweni, sidliwe mntu wumbi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na lo mntu watyala isidiliya, akadla? makahambe abuyele endlwini yakhe, hleze afele emfazweni, idliwe ngomnye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba kukho indoda esandula ukutyala isidiliya, kodwa ingekavuni kuso? Xa kunjalo ke leyo mayibuy' umva; kungenjalo, xa ithe ayabuya emfazweni, loo wayini yayo iya kuxhanyulwa mntu wumbi.