Deuteronomy 20:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, nxa amagosa lawo agqibile ukuteta ebantwini, aya kudala inkosi zemikosi zikokele abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi bakugqiba ababhali ukuthetha ebantwini, bamise abathetheli bemikhosi bokukhokela abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokuba abathetheli begqibile ukuthetha nabantu, uze umisele abathetheli-mkhosi ukuba bakhokele abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ziya kuthi ke zakukhov' ukwenjenjalo iinduna ezo, ibutho ngalinye limiselwe izinxiba-mxhaka zalo.