Deuteronomy 21:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni uya kupuma ukuya kulwa ngakuzo intshaba zako, ati uyehova, utixo wako, azinikele esandleni sako, ude uzitimbe inxenye,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa uthe waphuma, waya kulwa neentshaba zakho, wazinikela uYehova uThixo wakho esandleni sakho, wathimba abathinjwa kuzo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa uthe wazingenela iintshaba zakho, wabanikela uYehova uThixo wakho esandleni sakho, wathimba;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa uNdikhoyo ekunike uloyiso emfazweni, waza wanabantu obathimbayo,