Deuteronomy 21:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
usuke ubone pakati kwamatinjwa inkazana eyinzwakazi, unamatele kuyo, ngokunga ungayizeka ibe ngumfazi wako;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wabona phakathi kwabathinjwa intokazi emzimba mhle, wathana nca nayo, wayizeka yaba ngumkakho:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabona inkazana eyinzwakazi phakathi kwabathinjwa, wayinqwenela, wayinqwenela ukuba ibe ngumkakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kungenzeka apho kwâbo bantu wena ubone inzwakazi, uze unqwenele ukuyithatha. Yithathe,