Deuteronomy 21:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwoti ke, mhlana abamkelisa onyana bake ilifa loko anako, akangebe nakumnika unyana wotandwayo ubuzibulo, ngapezu kwonyana wotiywayo, ongowamazibulo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kothi mini ibabela ilifa lento enayo oonyana bayo, ingabi nako ukumenza owamazibulo unyana wothandwayo, phambi konyana wothiyiweyo ongowamazibulo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku xa ebavumele ukuba badle ilifa oko anako oonyana bakhe, makangammiseli owamazibulo lowo uthandwayo phambi konyana walowo uthiyiweyo, owamazibulo ngokwenene;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngoku ke xa le ndoda ifuna ukubabela ilifa layo, mayingabi nagobe ngokubhekiselele kulo nyana womfazi oyintandane, imnike inxaxheba yonyana wamazibulo.