Deuteronomy 21:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bandule basondele abaperisite, onyana baka‐Levi: (ngokuba bona ebaqashile uyehova, utixo wako, ukukonza kuye, nokutamsanqelisa egameni likayehova; nangomlomo wabo kuya ku lungiswa konke ukupikisana nako konke ukubeta:)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bofika ababingeleli, oonyana bakaLevi; ngokuba unyule bona uYehova uThixo wakho, ukuba balungiselele kuye, basikelele egameni likaYehova; kume ngokomlomo wabo ukubambana konke, nokubetha konke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Basondela ababingeleli, oonyana bakaLevi; ngokuba benyule uYehova uThixo wenu, ukuba bamkhonze, badumise igama likaYehova; kwaye ngelizwi labo lonke idabi nalo lonke uhlaselo luya kuzanywa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ababingeleli bakwaLevi kofuneka babekho nabo apho, kuba ngabo abanyulwe nguNdikhoyo uThixo wenu ukuba baqwalasele imicimbi yonqulo, baze bathamsanqele egameni likaNdikhoyo, bade baphicothe bagwebe kwimibandela yeembambano nobugwinta.