Deuteronomy 21:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
baye bonke abadala besixeko eso, abakufupi kuye ohlatyiweyo, beya kuhlamba izandla zabo pezu kwetokazi elapulweyo intamo emlanjaneni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Onke amadoda amakhulu aloo mzi usondeleyo kobuleweyo ozihlamba izandla zawo phezu kwethokazi, elaphulwe intamo emfuleni apho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ahlamba ke onke amadoda amakhulu aloo mzi, akufuphi kwababuleweyo, izandla zawo phezu kwemazi yenkomo emlanjeni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Onke ke amadoda amakhulu aloo dolophu ikufuphi kufuneka ahlambe izandla phezu kwelo thokazi laphulwe ilungu lentamo,