Deuteronomy 21:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
baxolele abantu bako o‐Sirayeli, obakululeyo, Yehova! ungabeki igazi elingenatyala pakati kwabantu bako o‐Sirayeli. Baya kwandula ukuxolelwa igazi elo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
camagu, Yehova, kubantu bakho amaSirayeli owawakhululayo;musa ukubeka igazi elingenatyala phakathi kwabantu bakho amaSirayeli. Bolicanyagushelwa ke igazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yehova, yiba nemfesane kubantu bakho amaSirayeli owawakhululayo; musa ukuphalaza igazi elimsulwa ngokomthetho wabantu bakho amaSirayeli. Negazi liya kubaxolela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awu, Ndikhoyo, nceda, waxolele amaSirayeli owawahlangula eJiputa. Lala ngenxeba usixolele, ungalibeki phezu kwethu eli tyala legazi elimsulwa.’