Deuteronomy 22:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti inkazana akuyi kuyenza nto; akuko kuyo inkazana isono sokufa: ngokuba njengokuya indoda isukela ummelwane wayo, imbulale ubomi, ikwa njalo lendawo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungayenzi into intombi leyo; akukho sono silingenwe kukufa entombini; ngokuba njengoko indoda ithi imvunukele ummelwane wayo, imbulale afe, injalo le ndawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke musani ukuyenza nto intombi; entombini akukho sono silingenwe kukufa, njengoko kunjalo naxa indoda ithi imvunukele ummelwane wayo, imbulale afe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yona intombi leyo mayingenziwa nto, kuba ayenzanga sono sifanele ukuba ife. Kaloku eli tyala lifana nelendoda ehlasele enye yayenzakalisa,