Deuteronomy 22:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni indoda ifumana inkazana eyintombi ipela, engeyiyo exanyiweyo, ize iyibambe, ilale nayo, bafunyanwe ke;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa umfo athe wayifumana intombi eyintombi engaganiweyo, wayibamba, wayilala; kwafumaneka ukuba kunjalo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe ubani wafumana intombi eyintombi engaganiweyo, wayibamba, walala nayo, bofunyanwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba indoda ibhaqwe idlwengula intombi engendiyo,