Deuteronomy 22:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kubona iqwaṙashe lomzalwana wako umhlaumbi inkabi yake ziwile pantsi endleleni, wandule uzifihle kuzo; uya kuzisukisa kunye naye ngenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungathi, ulibona iesile lomzalwana wakho, nokuba yinkomo yakhe, iwile endleleni, uzisithelise kuyo; womncedisa ukuyivusa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze ungathi, ulibona iesile lomzalwana wakho, nokuba yinkomo yakhe, iwile endleleni, uzisithelise kuyo; kufuneka umncede azichole kwakhona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba idonki okanye inkomo yomwenu ibuthisile, sukugqitha nje; mncedise niyiphakamise.