Deuteronomy 22:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isivato sendoda asiyi kubako pezu kwomfazi, kanjalo indoda ayiyi kwambata ingubo yomfazi: ngokuba beyintshontsho kuyehova, utixo wako, bonke abenje njalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Impahla yendoda ize inganxitywa yinkazana, nendoda ize ingazinxibi iingubo zenkazana; ngokuba bangamasikizi kuYehova uThixo wakho bonke abenza ezo zinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umfazi makanganxibi iimpahla zendoda, nendoda ize inganxibi ingubo yenkazana; ngokuba bangamasikizi kuYehova uThixo wakho bonke abenza loo nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Abafazi mabanganxibi iimpahla zamadoda, ngokunjalo namadoda makangazinxibi iimpahla zabafazi, kuba abantu abenza imikhuba elolo hlobo banezothe kuNdikhoyo uThixo wakho.