Deuteronomy 22:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni uyakayo indlu entsha, uya kwenzela isifulelo sako intendelezo, ukuba ungamisi igazi pezu kwendlu yako, nxa owayo awa kuso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa uthe wakha indlu entsha, wolwenzela ungqameko uphahla lwakho, ukuze ungazisi magazi endlwini yakho, xa athe wawa owayo kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa uthe wakha indlu entsha, lwenzela udonga uphahla lwakho, ukuze ungazisi magazi endlwini yakho, xa athe wawa owayo phezu kwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa usakha indlu yenzele ungqameko apha emaphethelweni ephahla, khon' ukuze ungabi natyala lakubulala xa umntu ewe khona waza wafa.