Deuteronomy 23:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko kuya kuti, xa kuza kuhlwa, iya kuhlamba emanzini; naxeshekweni kutshonile ilanga, iya kungena pakati kwomnquba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, xa kuhlwayo, ihlambe ngamanzi; ithi lakutshona ilanga, ingene ke ngaphakathi kweminquba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthi xa kuhlwayo, azihlambe ngamanzi; latshona ilanga, wabuyela eminqubeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuya kuthi ke emalanga lihlambe umzimba, lize lithi lakutshona ilanga libuyele kwibutho lalo.