Deuteronomy 23:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako uya kuba nendawo ngapandle kwomnquba, apo uya kupumela kona endle:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Woba nendawo engaphandle kweminquba, uphume ke uye khona endle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Woba nendawo engaphandle kweminquba, apho uya kufuduka khona;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kufuneka ube nendawo yangasese ngaphandle qelele kwisikhululo sakho.