Deuteronomy 23:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wauya kuba nolugxa, ngapezu kwempahla yako; kwakuya kuti, wakuhlala pantsi endle, uya kupanda ngalo, uze ujike, uselele okupumayo kuwe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ube nolugxa empahleni yakho; kuthi ekuhlaleni phantsi kwakho endle, umbe ngalo, uhlale phantsi, ukuselele okuphuma kuwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zilumkele izixhobo zakho; ukuba uthe waphambukela kubo, wemba, ubuye, ukugqume oko kuvela kuwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phakathi kwezikrweqe zakho malubekho ulugxa, khon' ukuze uthi xa uye ese uzimbele umngxuma owohlala kuwo.