Deuteronomy 23:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
sohlala kuwe, pakati kwenu, kulondawo siya kuyinyula kwelinye lamasango ako, apo kusilungeleyo kona: akuyi kusibandezela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sohlala nawe phakathi kwenu, kuloo ndawo sithe sayinyula kwelinye isango emasangweni akho, apho kusilungele khona; uze ungasixinzeleli phantsi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sohlala nawe phakathi kwenu, kuloo ndawo sithe sayinyula kwelinye isango emasangweni akho, apho sithande khona kakhulu; musani ukumxina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lingahlala nakuyiphi na idolophu eliyithandayo. Malingaphathwa gadalala.