Deuteronomy 23:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kuboleka umzalwana wako ngenxa yayo inzuzo; inzuzo yemali, inzuzo yokutya, inzuzo yenye into kubolekwa ngayo ngenxa yenzuzo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungambizi nzala umzalwana wakho: nzala yamali, nzala yakutya, nzala nokuba yeyani ekubizwa inzala ngayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukumboleka umzalwana wakho nzala; obolekisa ngemali, obolekisayo ngokudla, nabani na obolekayo unenzala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa umSirayeli eboleke imali, noba kukutya, okanye noba yintoni na kuwe, sukumbiza nzala.