Deuteronomy 24:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni uya kuboleka ummelwane wako into, akuyi kungena endlwini yake ukuba utabate umbambiso wake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa uthe wamboleka ummelwane wakho nokuba yintoni ebolekwayo, uze ungangeni endlwini yakhe, uye kuthabatha isibambiso kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa uthe wamboleka umzalwana wakho, uze ungangeni endlwini yakhe, uye kuthabatha ibambiso kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa kukho into oyiboleke umntu othile, sukungena endlwini yakhe xa uye kulanda impahla abambisa ngayo;