Deuteronomy 24:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba ulihlwempu umntu lowo, akuyi kulala unombambiso wake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba indoda ithe yaba iswele, uze ungalali unesibambiso sayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ithe indoda yaba sisisweli, musa ukuya kulala unesibambiso sayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba lo mntu lihlwempu, le mpahla yakhe ke mayingalali kuwe,