Deuteronomy 24:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oyise abayi kufiswa ngenxa yabantwana, kanjalo abantwana abayi kufiswa ngenxa yoyise: umntu wofiselwa esake isono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ooyise mabangabulawa ngenxa yoonyana; oonyana mabangabulawa ngenxa yooyise; elowo makabulawe ngesono sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aba oyise mabangabulawa ngenxa yabantwana, nabantwana mabangabulawa ngenxa yooyise; elowo uya kubulawa ngenxa yesono sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Abazali mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabantwana babo, nabantwana mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabazali babo; umntu makabulawe ngenxa yesono asenze ngokwakhe.