Deuteronomy 24:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa uya kukumbula ukuba ubusisicaka e‐Jipete, nokuba uyehova, utixo wako, wakukulula kwa kona: ngako oko ndiyakuyalela ukuba uyenze lento.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khumbula ukuba ube ulikhoboka eYiputa. UYehova uThixo wakho wakukhulula khona; ngenxa yoko ndikuwisela umthetho ukuba uyenze le nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa khumbula ukuba wawulikhoboka eYiputa, waza uYehova uThixo wakho wakukhulula khona; ke ngoko, ndikuyalela ukuba wenze le nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku khumbula ukuba nawe wawukhe walikhoboka eJiputa, waza ke uNdikhoyo uThixo wakho wakukhulula; yiloo nto ke ndikunika lo myalelo nje.