Deuteronomy 24:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kumbula oko wabekwenza uyehova, utixo wako, ku‐Miriyame endleleni, emveni kwokupuma kwenu e‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khumbula oko uYehova uThixo wakho wakwenza kuMiriyam endleleni, ekuphumeni kwenu eYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khumbula oko uYehova uThixo wakho wakwenzayo kuMiriyam endleleni ekuphumeni kwenu eYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yikhumbule into awayenzayo *uNdikhoyo uThixo wakho kuMiriyam ngokuya naniphuma kwelaseJiputa.