Deuteronomy 25:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
XESHEKWENI kuko ipike pakati kwabantu, bade basondele ematyaleni, ukuba abalungise, olungileyo aya kumgwebela, nokohlakeleyo aya kumgweba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa kuthe kwabambana amadoda, kweziwa ematyaleni ukuba lithethwe ityala lawo, ize igwetyelwe elilungisa, igwetywe engendawo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa kuthe kwabambana abantu, besa ematyaleni, bogwetyelwa ngabagwebi; apho baya kuligwebela ilungisa, bagwebe abangendawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa amaSirayeli amabini exabene, aza asana enkundleni, omnye wawo ke wafunyaniswa engenatyala, waza ke wagwetywa omnye lo;