Deuteronomy 25:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni kungxolisana amadoda enye nenye, ati umfazi wenye asondele, ukuba ayikulule indoda yake esandleni saleyo iyibetileyo, asolule isandla sake, abubambe ubuhloni bayo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa kuthe kwantlalana amadoda amabini, umntu nomzalwana wakhe, wasondela umfazi wenye, ukuba ahlangule indoda yakhe esandleni seyibethayo, wolula isandla sakhe, wayibamba ngamaphambili,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa amadoda asukuzanayo, wasondela umfazi wenye ukuze asindise indoda yakhe esandleni salowo uyibethayo, yaye yena wolula isandla sakhe wayibamba ngasese;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba amadoda amabini ayalwa, aze umfazi wenye azame ukuncedisa indoda yakhe ngokubamba le ilwa nayo ngobudoda,