Deuteronomy 25:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
isandla sake wosinqumla, iliso lako aliyi kuba nalusizi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wosinqumla isandla sakhe, lingabi nanceba iliso lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sinqumle kaloku isandla sakhe, malingabi nanceba kuye iliso lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
sukumenzela nceba, mnqumle isandla.