Deuteronomy 25:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba beyintshontsho kuyehova, utixo wako, bonke abakwenza okunjalo, bonke abenzayo ngobumenemene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba bangamasikizi kuYehova uThixo wakho bonke abenza loo nto, bonke abenza ubumenemene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bangamasikizi kuYehova uThixo wakho bonke abenza ezo zinto, nabo bonke abangemalungisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku banezothe kuNdikhoyo abantu abanobuqhophololo.