Deuteronomy 25:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
okokuba wakukaulela endleleni, wababeta abasemva pakati kwenu, bonke ababutataka emva kwako, nxa ubucubukile wadinwa; akoyika ke utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
owakuhlangabezayo ngendlela, wabetha kuwo umqosheliso wakho, bonke abaphelelweyo abasemva kuwe, utyhafile, udiniwe;akamoyika uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owakuhlangabezayo ngendlela, wakubetha emhlana wakho, zonke ezityhafileyo emva kwakho, udiniweyo, udiniwe; akamoyika uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wona ahlangana nani nidiniwe, niphelelwe ngamandla, aza ababulala bonke abo baberhuqeka ngasemva. Kaloku ayengamoyiki uThixo.