Deuteronomy 25:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, owamazibulo amzalayo uya kuma egameni lomkuluwe wake, lofileyo, ukuze kungacinywa igama lake kwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wothi ke owamazibulo, athe wamzala, eme egameni lomfi lowo, lingacinywa igama lakhe kwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye owamazibulo aya kumzala uya kuphumelela egameni lomntakwabo ofileyo, ukuze igama lakhe linganqunyulwa kwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke unyana wokuqala abaya kumzala bobabini woba ngunyana kamfi, khon' ukuze umlibo wakhe ungatshitshi kwaSirayeli.