Deuteronomy 26:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wauya kuvuya pezu kwazo zonke izinto ezilungileyo azinikile kuwe uyehova, utixo wako, nakuyo indlu yako; wena, nom‐Levi, nowasemzini opakati kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uvuye nendlu yakho ezintweni zonke ezilungileyo akunikileyo uYehova uThixo wakho, wena, nomLevi, nomphambukeli ophakathi kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyonwabele zonke izinto ezilungileyo akunikileyo uYehova uThixo wakho, wena nendlu yakho, wena, nomLevi, nomphambukeli ophakathi kwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, vuya, ube nemincili ngenxa yendyebo wena nendlu yakho akunike yona uNdikhoyo uThixo wakho. NabaLevi kunye nabangeneleli abahlala apho phakathi kwenu mababe nenxaxheba apho kulo msitho.