Deuteronomy 26:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kangela pantsi usentlalweni yako engcwele, usezulwini, ubatamsanqele abantu bako o‐Sirayeli, nelizwe ulinikile kuti, njengokuba ubufungela obawo betu, ilizwe elela ubisi nobusi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Vela ekhayeni lakho elingcwele emazulwini, uqondele, ubasikelele abantu bakho, amaSirayeli, nomhlaba lo usinikileyo, njengoko wafungayo koobawo, ilizwe elibaleka amasi nobusi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Vela uvela esakhiweni sakho esingcwele emazulwini, ubasikelele abantu bakho, amaSirayeli, nomhlaba lo usinikileyo, njengoko wafungayo koobawo ngesifungo, ilizwe elibaleka amasi nobusi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke khawondele ezantsi ukwelo khaya lakho likhethekileyo – izulu – ujonge usapho lwakho amaSirayeli, uwathi jize ngamathamsanqa, ngokunjalo nalo mhlaba usiphe wona. Ewe, yenza ngokwesifungo sakho koobawo-mkhulu – nditsho eso selizwe eliphuphuma ubisi nobusi.’ ”