Deuteronomy 27:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makaqalekiswe olala nomfazi kayise! ngokuba elityila isondo lengubo yoyise. Babeya kuti bonke abantu: Amene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uqalekisiwe olala nomkayise; ngokuba utyhila isondo lengubo kayise; bathi bonke abantu, Amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uqalekisiwe olala nomkayise; ngokuba eyambethe ingubo kayise. Bathi bonke abantu, Amen!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“ ‘Uqalekisiwe umntu owambatha umka-yise, kuba unyelisa uyise.’ “Ke bona abantu bophendula bathi: ‘Makube njalo!’