Deuteronomy 27:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makaqalekiswe olala nodade wake, intombi kayise, umhlaumbi intombi kanina! Babeya kuti bonke abantu: Amene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uqalekisiwe olala nodade wabo, nokuba yintombi kayise, nokuba yintombi kanina; bathi bonke abantu, Amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uqalekisiwe olala nodade wabo, nentombi kayise, nokuba yintombi kanina; Bathi bonke abantu, Amen!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“ ‘Uqalekisiwe umntu owambatha udade wabo, nditsho intombi kayise nokuba yekanina.’ “Ke bona abantu bophendula bathi: ‘Makube njalo!’