Deuteronomy 27:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makaqalekiswe owamkela ibaso lokuba ambulale ubomi ongenatyala! Babeya kuti bonke abantu: Amene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uqalekisiwe osamkelayo isicengo sokubulala umntu, igazi elingenatyala; bathi bonke abantu, Amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uqalekisiwe owamkelayo isohlwayo sokubulala umntu, omsulwa; Bathi bonke abantu, Amen!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“ ‘Uqalekisiwe umntu othengwayo khon' ukuze agebenge abamsulwa.’ “Ke bona abantu bophendula bathi: ‘Makube njalo!’