Deuteronomy 28:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bonke abantu bomhlaba beya kubona ukuba igama likayehova libiziwe pezu kwako; bandule boyike ngenxa yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zibone zonke izizwe zehlabathi, ukuba igama likaYehova libizwe phezu kwakho, zikoyike.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye bonke abantu behlabathi baya kubona ukuba igama likaYehova libizwe kuyo; baya kukoyika wena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ziya kuthi ke izizwe zehlabathi, zakuqonda ukuba uNdikhoyo unenze abantu bakhe, zitsho zinihlonele.