Deuteronomy 28:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoqalekiswa isitya sako nomkombe wokubuca wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
iqalekiswe ingobozi yakho, nomkhombe wakho wokuxovulela intlama;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mayiqalekiswe ingobozi yakho, novimba wakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Yoqalekiswa ingobozi yakho, nesitya sakho sokuxovulela ngokunjalo.