Deuteronomy 28:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kuxama umfazi, kanti indoda yimbi iya kulala naye; uya kuyaka indlu, kanti akuyi kuhlala kuyo; uya kutyala isitiya semiti yeveyine, kanti idreyive zaso akuyi kuzidla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Woziganela umfazi, alalwe ndoda yimbi; woyakha indlu ungayihlali; wotyala isidiliya ungasidli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wozeka umfazi, alalwe ndoda yimbi; uya kwakha indlu, ungahlali kuyo; tyala isidiliya, kodwa ungavuni isiqhamo saso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Noba sewulobola intombi, kovela mntu wumbi ayixhaphaze. Noba sowusakha indlu, soze uyihlale. Uya kuba ngatyala isidiliya, ungacholi naphantsi kuso.