Deuteronomy 28:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kuba sisimangaliswa, n ento yokuzekeliswa, nelizwi lokuhlekisa, pakati kwabo bonke abantu apo uyehova aya kukuqu̔bela kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ube ngummangaliso, nondaba-mlonyeni, nento yentsini, phakathi kwezizwe zonke athe uYehova wakuqhubela kuzo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye niya kuba yintlekisa nesigculelo phakathi kweentlanga zonke aya kukusa kuzo uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwezo zizwe akusasaze kuzo uNdikhoyo abantu baya kukuthela nqa, ube yintlekisa nondaba-mlonyeni.