Deuteronomy 28:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woba nemiti yeminquma kuyo yonke imida yako, kanti akuyi kuzitambisa ngeoli yayo; ngokuba iminquma yako iya kuvutuluka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Woba neminquma emideni yakho yonke, ungazithambisi ngeoli noko; ngokuba iminquma yakho iya kunyothulwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Woba neminquma ezindaweni zakho zonke, ungazithambisi ngeoli noko; kuba umnquma wakho wothwala isiqhamo sawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umnquma uya kubakho kuyo yonke indawo kwelo lizwe, kodwa wena ungabi nawo amafutha okuthambisa, kuba umnquma lowo uya kuvuthuluka.