Deuteronomy 28:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana nentombi uya kubazala, kanti abayi kuba ngabako; ngokuba beya kuya ekutinjweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wozala oonyana neentombi, ungabi nabo noko; ngokuba baya kuthinjwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuzala oonyana neentombi, ungabi nakonwaba noko; ngokuba baya kuthinjwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana neentombi uya kuba nabo nje ngegama, kuba baya kuthinjwa.