Deuteronomy 28:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owasemzini opakati kwako uya kunyuka pezu kwako ngokupezulu kakulu; kanti wena uya kuhla ngokupantsi kanye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Owasemzini ophakathi kwakho wokunyuka, aye enyuka ngokunyuka; wena uye usihla ngokuhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Owasemzini ophakathi kwakho uya kusuka eme phezu kwakho; kwaye uya kuhla kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Abangeneleli belakowenu baya kubalasela baye beqaqamba ngokuqaqamba, ke nina niye nidodobala ngokudodobala.