Deuteronomy 28:54 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Londoda itambileyo pakati kwako, ebubetyebetye kakulu, iliso layo loba libi ngakuye umzalwana wayo, nangakuye umfazi wasesifubeni sayo, nangakuso isisalela sabantwana bayo iya kubasalisa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda esisifebe, ebixhamla ubuncwane kunene phakathi kwakho, yomkhangela ngeliso elibi umzalwana wayo, nomfazi wesifuba sayo, namasalela abantwana bayo abasaseleyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda esukuba inembeko, nemfesane kakhulu phakathi kwakho, yoba libi kumzalwana wayo, nomfazi wesifuba sayo, namasalela abantwana bayo abasaseleyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nditsho namadoda aphucukileyo anesisa ngelo thuba aya kuphalala ebethwa yindlala, kangangokuba ade atye abantwana bawo. Indoda iya kuvimba nomntakwayo, nomfazi wayo oyintanda, nditsho nowokugqibela osekhoyo kubantwana bayo.