Deuteronomy 28:55 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ide inganiki namnye kubo kwinyama yabantwana bayo iya kubatya, ngenxa yokuba kungeko nto emshiyelweyo; ekuvingcelweni, nasekuxinezelweni, eziya kukuxinezela ngako intshaba zako kuwo onke amasango ako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokokuze inganiki namnye kubo into yenyama yabantwana bayo eyidlayo, ngenxa yokuba ingashiyelwanga nto ekungqingweni nasekuxinweni, olokuxina ngako utshaba lwakho emasangweni akho onke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze inganiki namnye kubo inyama yabantwana bayo ayidlayo, ngenxa yokuba ingasenanto ekungqingweni nasekuxinweni, olokulukuhla ngako iintshaba zakho, emasangweni akho onke.