Deuteronomy 28:57 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nangakuwo umkaya opumayo pakati kwenyawo zake, nangakubo abantwana bake aya kubazala; ngokuba eya kubatya ngasese, ngokusweleka kwento zonke, ekuvingcelweni, nasekuxinezelweni, eziya kukuxinezela ngako intshaba zako emasangweni ako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nonyana wayo, nentombi yayo, ngenxa yomkhaya wayo ophuma phakathi kweenyawo zayo, nangenxa yabantwana bayo ethe yabazala; kuba yobadla ngasese ekuswelekeni kweento zonke, ekungqingweni nasekuxinweni olokuxina ngako utshaba lwakho emasangweni akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nomntwana ophuma phakathi kwemilenze yakhe, nangenxa yabantwana bakhe, abo aya kubazala; kuba uya kuzidla ngokufihlakeleyo ngenxa yokungabikho kwayo yonk’ into yokungqinga nexhala oluya kukulukuhla ngalo utshaba lwakho emasangweni akho.