Deuteronomy 28:60 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waeya kujikisa pezu kwako zonke izifo zase‐Jipete, ezo ubuzoyika, eziya kunamatela kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
akubuyisele ke bonke ubulwelwe baseYiputa owanxunguphala bubo, buthi nama kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kukuzisela zonke izifo zaseYiputa owawuzoyika; kwaye baya kunamathela kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kukuzisela ezaa zifo zaseJiputa wawuzoyika kunene, zaye ke zona ziya kunamathela kuwe.