Deuteronomy 28:63 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, njengokuba uyehova ebegcoba pezu kwenu ukunenzela okulungileyo nokunandisa, kwa njalo uyehova wogcoba pezu kwenu ukunibubisa nokunitshabalalisa; naniya kudonyulwa elizweni, apo uya kona ukuba ulifuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, njengokuba uYehova ebenemihlali ngani, ukuba anenzele okulungileyo, anandise: enjenjalo uYehova ukuba nemihlali ngani, ukuba anidakise, anitshabalalise; ninyothulwe emhlabeni lowo ungena kuwo, usiya kuwuma;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengokuba uYehova wanithandayo, ukuba anenzele okulungileyo, anandise; ngoko ke, uYehova uya kukholeka kuni ukunitshabalalisa, anitshabalalise; yaye ngokuqinisekileyo niya kuthatyathwa ezweni elo uya kulidla ilifa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwanjengokuba uNdikhoyo wayenemihlali ngani waza waninika inkqubela wanandisa, kuya kuba kwanjalo ukunivuthulula nokunitshabalalisa kwakhe. Niya kuncothulwa nifuduswe kweli lizwe ningena kulo ngoku.