Deuteronomy 29:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
intsapo zenu, abafazi benu, nowasemzini wako opakati kwomnquba wako, kwa kulowo ogaula inkuni yako kude kube kulowo oka amanzi ako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nabantwana benu, nabafazi benu, nomphambukeli ophakathi komzi wakho, kuthabathela kogawula iinkuni zakho, kuse kokha amanzi akho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
abantwana benu, nabafazi benu, nowasemzini ophakathi kwenu, ethabathela emahlathini ase equleni lakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
abafazi nabantwana benu, nabangeneleli abacanda iinkuni nabakha amanzi.