Deuteronomy 29:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(ngokuba nikwazi nina okokuba sibe sihlala ezweni le‐Jipete, nokokuba sacanda pakati kwentlanga enanicanda kuzo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nina niyakwazi ukuhlala kwethu ezweni laseYiputa, nokucanda kwethu phakathi kweentlanga enacanda kuzo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba niyayazi nina indlela esahlala ngayo ezweni laseYiputa, nendlela esacanda ngayo phakathi kweentlanga enadlula kuzo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Niyazi ukuba kwakunjani na kwelaseJiputa; futhi nisayikhumbula indlela esahamba ngayo sicanda kwimihlaba yezinye izizwe.