Deuteronomy 29:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ziya kuti kwa zonke intlanga: Kungenxa yanina enzileyo uyehova njengokunjalo kwelilizwe? buti nina ubushushu balengqumbo enkulu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zothi ke zonke iintlanga, Kungenxa yantoni na, ukuba uYehova enjenje kweli lizwe? Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zothi ke zonke iintlanga, Yini na ukuba uYehova walenze eli lizwe? Kuthetha ukuthini ukuvutha komsindo onjalo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Zonke iintlanga ziya kubuza zithi: ‘Kwakutheni ukuze uNdikhoyo awenjenje lo mhlaba? Wayekhathazwe yintoni ade abe nomsindo kangaka?’