Deuteronomy 29:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako yavuta ingqumbo kayehova ngakulo elolizwe, kuze kuziswe pezu kwalo zonke iziqalekiso eziba̔liweyo kulencwadi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavutha ke umsindo kaYehova kwelo zwe, ukuba kuziswe phezu kwalo zonke iziqalekiso ezibhaliweyo kule ncwadi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavutha ke umsindo kaYehova lo mhlaba ukuze azise kuwo zonke izifundo ezibhaliweyo kule ncwadi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ke wavutha ngumsindo, waza elo lizwe walihlisela ezi ziqalekiso zibhalwe apha kule ncwadi.